UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezemfundo
Imfundo Noqeqesho Olugqithelayo (Amabanga 10-12)
INKCAZELO:
Esi Sikhundla Sonxibelelwano Solutsha lweMsomsobomvu siqulethe iinkcukacha ngezifundo ezahlukeneyo ezinokuthi zithatyathwe kwaneemfuno zokungena kwisifundo ngasinye. Ulwazi olulapho luquka:
ingcaciso ngezo zifundo iimpawu zomntu onokuthabatha ezo zifundo inqanaba lokufunda olufunekayo (kuquka nokuzikhethela izifundo ozithandayo)
izifundo zeziko lemfundo ephakamileyo ezifunwayo abaqeshi abanokuba nomdla kwabo bafundi imithombo yolwazi enokuba luncedo ngezo zifundo umntu azikhethileyo izifundo ezisonde kwezo umntu azikhethileyo amathuba oncedo ngenkxaso-mali yokufunda.
" ukukunceda ufikelele kwizigqibo ngezifundo onomdla kuzo.
Esi sikhundla sonxibelelwano siqulethe ulwazi ngokuba ungawukhangela njani na umsebenzi.
IMIYALELO:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Amathuba Ekhondo Elinokulandelwa loMsebenzi kwiSebe LeZothutho neMisebenzi yoLuntu (IiNkonzo)
Izifundo Nemisebenzi kwiCandelo Lezolimo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
