UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amacandelo Oshishino
Ulwazi Ngamacandelo oRhwebo
Ulwazi Ngamacandelo oRhwebo
INKCAZELO:
Ungaluzuza ulwazi ngamashishini nangamacandelo orhwebo aphathelele kwiPhondo kunye neSizwe kumaSebe ahluka-hlukeneyo kaRhulumente kwakunye neendawo zoLuntu ezikhoyo.
IWesgro iye yathabatha izifundo ekuthiwa yi-izifundo zangasese ngamacandelo amaninzi kwiNtshona-Koloni yaye kwakhona yavelisa amaphepha aqulethe inyaniso alula ukuwafunda eziphathelele kwezi ngxelo.
Urhwebo lolwazi lobugcisa
Impahla eyolukiweyo, impahla, izikhumba kwakunye nezihlangu
Ukhenketho
Imali yamashishini athengisela amanye
Umthi, iphepha nokunye
IMIYALELO:
Ukufumana iinkcukacha ezithe vetshe qhagamshelana naBaphathi boPhuhliso lweMizi-mveliso
Inombolo Yomnxeba: 021 483 4603
Inombolo Yomnxeba: 021 483 3381
Inombolo Yomnxeba: 021 483 3859
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IQumrhu loPhuhliso loRhwebo neNtengiso yeNtshona Koloni (iWESGRO)
IQumrhu loPhuhliso lweMizi-mveliso yoMzantsi Afrika
YAYAMENE
Inkxaso Kushishino Lwezolimo (IiNkonzo)
INkxaso yoRhwebo Kushishino Lwemiboniso Bhanya-Bhanya eKapa (IKomishoni Yemiboniso Bhanya-Bhanya yaseKapa) (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
