UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezempilo
Iinkonzo Ezingxamisekileyo
INKCAZELO:
Xa usana lwakho okanye umntwana wakho ethe warhogola okanye wosulelwa yinto ethile (izicoci, izityalo namayeza njalonjalo) enokuba netyhefu tsalela uMnxeba weSibhedlele Sabantwana iRed Cross Wokunikezela Ingxelo Ngetyhefu kwinombolo ethi: 021 689 5227. Uya kunikwa iingcebis ziingcalii ngaloo nto nangeziphumo zayo obungenakuzilindela kananjalo ucetyiswe ngomawukwenze. Ucingo lokwazisa ngetyhefu lusebenza ngalo lonke ixesha (iiyure ezingama-24 ngosuku) kwaye luqhagamshelaniswe neenkonzo zoncedo olungxamisekileyo zezibhedlele.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
Indlela yokuhambisa abagulayo engxamisekileyo nohlangulo (IiNkonzo)
Iphulo Leentshukumo Zokunonophela Impilo: Ukuhlangana Netyhefu (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
