UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezempilo
IiNkonzo zeMvelo yaBantu (Iziphene zokuzalwa)
IiNkonzo zeMvelo yaBantu (Iziphene zokuzalwa)
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Kucingeleka ukuba abantwana abali-150000 abazalwayo ngonyaka emZantsi Afrika bachatshazelwa ziziphene zokuzalwa kwezona ndawo zibalulekileyo okanye iziphazamiso zemvelo ngethuba beneminyaka emihlanu.
Ukungabinasidali-bala eluswini okanye elufeleni (ubunkawu)
Isigulo sokuba neempawu ezibonisa okungalunganga emzimbeni nangokwengqondo
Ukuthintelwa kweempawu ezibonisa ukungalungi kosana olungekazalwa ngenxa yokusetyenziswa kotywala (i-FAS ngamafutshane kwisiNgesi)
INtshona Kapa ikwagxile kwezi zilandelayo (ngaphandle kobunkawu, obunamanani aphantsi), nokuthintelwa kweempawu ezibonisa ukungalungi kosana ngenxa yokusetyenziswa kotywala njengesona siphene siphambili kuluhlu.
Le nkonzo ijonge ekuthinteleni abantwana bangazalwa benezi ziphene ngokunikezela ngeengcebiso ngezemvelo ezifanelekileyo maxa onke, kubantu abasebungozini nakwizibini ezitshatileyo. Ukuze kwenzeke oku, aba bantu kufuneka bachongwe kuqala. Basenokufunyanwa ngeenkonzo ezikhoyo ezikliniki apho baya kuthunyelwa ukusuka khona kwiinkonzo ezizodwa zemvelo ngokusebenzisa iinkqubo ezisezilalini nakumaziko aphezulu eKapa. Basenokuchongwa ngeenkqubo ezikhoyo kwiikliniki apho baya kuthunyelwa khona kwiinkonzo ezizodwa zemvelo ezinikezelwa ngeenkqubo eziqhutywa ngaphandle ezilalini nakumaziko akwinqanaba eliphezulu eKapa.
IMIYALELO:
Nabani na ochaphazelekayo okanye onelungu losapho elichaphazelekayo, okanye oxhalabileyo ziziphene zemvelo ezinokubakho, angaya kwikliniki yonyango. Uya kuthunyelwa ukusuka apho.
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Isebe Lezempilo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Ukuthintelwa kweempawu ezibonisa ukungalungi kosana olungekazalwa ngenxa yokusetyenziswa kotywala, kunye nonyango loko. (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
