UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Isebe Lezempilo
Iinkonzo Zempilo Kwizithili
Iinkonzo Zempilo Zezithili Zenqila
IINKONZO ZEMPILO ZEZITHILI ZENQILA: UBUME
UBUME
IINKONZO
IINDABA
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Owona msebenzi unguwo weMetro District Health Services kukunika inkonzo yokuqala yempilo equletheyo, ingakumbi kumaqela anemivuzo esezantsi ( amkela kancinci) kwiMetropole. iCandelo lizamela ukunikezela inkonzo yempilo esemgangathweni, efikelelekayo, efumanekayo, esebenza kakuhle. kubo bonke abantu bengingqi ye metropole. Loo nto iyenza ngesakhiwo senkonzo yempilo kawonke wonke, ngenkonzo yezibhedlele ezikuMgangatho 2 nelungiselelo lenkxaso yenkonzo yezempilo. Kwakhona ifuna ukuseka , ukuxhasa, ukulungelelanisa iinkonzo yempilo equletheyo enesiseko sengingqi.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
