UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Isebe leNkulumbuso
IiNkonzo
UMzantsi Afrika & neNtshona Koloni
Amawonga ePhondo
Amawonga ePhondo
UBUME
IINKONZO
IINDABA
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
kwiLungu
Cofa kule mifanekiso ukuze ufumane iinkcukacha ngamawonga ahlukeneyo eli phondo
Iimbasa Zamawonga ePhondo yaba semthethweni ngenxa yomthetho iProvincial Honours Act 9 ka-1999. Isahluko 6 soMgaqo-siseko weNtshona Koloni uthi mabanakanwe abantu abazuze lukhulu nabanikezele ngenkonzo egqwesileyo nelingene ukuwongwa beyinikezela kwiphondo leNtshona Koloni.La mabakala alandelayo athi ansksnwa:
Fumana uluhlu olugcweleyo lwabantu abawongwayo, emnye kubo nesishwankathelo somsebenzi awenzileyo eluntwini. Eli wonga lanikezelwa kwimibhiyozo yoMhla Woxolelwaniso ngentyanga yoMnga ngo-2004 kwindawo yokuhlala yeNkulumbuso esesikweni, eLeeuwenhof.
Ngonyaka ka-2004 kutyunjwe abantu abafikelela kumashumi amane anesihlanu ukuze bafumane la mawonga. Abaninzi kwaba bantu batyunjwe apha bagqwese kumacandelo ezemidlalo, kwezemfundo, ubugcisa, inzululwazi, ukusebenzela uluntu, njalo-njalo. Ubusuku bokunikezelwa kwala mawonga wbabubanjwe ngomhla wesithathu kwinyanga yoKwindla ngo-2004 kwiNqaba yaseGood Hope.
IMIYALELO:
Amathuba okutyunjwa kwabantu abaza kufumana la Mawonga ePhondo ngokwesiqhelo anhengezwa kuwo onke amaphepha-ndaba amakhulu aseKapa, nakunomathotholo. Eli ke lithuba lokuba uluntu ngokubanzi lutyumbe abantu abakholelwa ekubeni bakufanele ukunakanwa.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
