UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Oonobhala Bezokhuselo Nokhuseleko
Abalawuli Abazimeleyo Abajongene Nezikhalazo
ABALAWULI ABAZIMELEYO ABAJONGENE NEZIKHALAZO: UBUME
UBUME
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Injongo ye-Independent Complaints Directorate kukuphanda izikhalazo zokungaziphathi kakuhle nolwaphulo-mthetho ekutyholwa ukuba lwenziwe ngamalungu eeNkonzo zobuPolisa zoMzantsi Afrika kwakunye nawee-Nkonzo zamaPolisa kaMaspala, kwanoku-ceba ukubuyiselwa kwisimo esisiso Ukuzama ukunciphisa izehlo zokuziphatha ezidalwa zezi zikhalazo.
Abalawuli aba banoxanduva lokunyusa umgangatho onguwo wokuziphatha kwamapolisa ukuze kuphuhliswe iNkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika equlethe umoya neenjongo zomgaqo-siseko. I-ICD ifuna ukuphuhlisa ukuzithemba koluntu kwimizamo ye-SAPS neye-ICD ukunqanda ukungaziphathi kakuhle kwamapolisa.Ikwazama ukuba liliso ekutshutshisweni kwaloo malungu afunyaniswe njengathabathe inxaxheba kwiintshukumo zokungaziphathi ngendlela eyiyo.
I-ICD ijongana nezikhalazo okanye izityholo ezibhekiselele:
Kukuswelekela elugcinweni lwamapolisa okanye Kukusweleka ngenxa yeentshukumo Zamapolisa
Ukubandakanyeka kwamapolisa kwiintshukumo zolwaphulo-mthetho Ezifana nokhuthuzo, ubusela beemoto kwanokuhlasela
Ukuziphatha kwanesimilo samapolisa Esingafunwayo yiMimiselo yamaPolisa, esifana nokungayikhathaleli imisebenzi yawo.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
