UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Isebe Lemicimbi Yamanzi Namahlathi
ISEBE LEMICIMBI YAMANZI NAMAHLATHI: UBUME
UBUME
AMAPHULO
IINDABA
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
ISebe leMicimbi yaManzi naMahlathi lilo elisingatha imicimbi emalunga namanzi namahlathi oMzantsi Afrika. Injongo yalo:
Kukuqinisekisa ubukho nokufumaneka kwamanzi kuso sonke isizwe
Ukuqinisekisa ubonelelo ngeenkonzo zamanzi ngendlela eyiyo ekuhlaleni.
Ukukhuthaza ukuphathwa kwamahlathi ngendlela engatshitshiyo.
Eli Sebe linoxanduva lokuqulunqa nokusungula imigaqo-nkqubo yokulawula la macandelo.
Ngeli xesha iSebe lizabalazela ukuqinisekisa ukufumana kwabo bonke abemi boMzantsi Afrika amanzi acocekileyo kunye neendlela zokucoca ezingenabungozi, icandelo lamanzi likhuthaza ukusetyenziswa kwamanzi ngendlela eyiyoukuze kuqinisekiswe uphuhliswa kwezoqoqosho nezentlalo yoluntu ngendlela engatshitshiyo.
Inkqubo yamahlathi ikhuthaza ulawulo lwamahlathi endalo eli lizwe kunye namahlathi orhwebo ngendlela engatshitshiyo ukuze esi sizwe sizuze kuwo ngalo lonke ixesha.
Ezinye iiprojekthi neenkqubo eli Sebe elibandakanyeka kuzo kungoku nje zezi:
Inkqubo yoluntu yokongeza iflorayidi emanzini
Ukulawulwa kwamanzi ngendlela ebandakanyayo
Eyona misebenzi iphambili eli Sebe elibonelela ngayo inxulumene:
namadami, imisele nezikhukula amanzi nococeko olufumaneka simahla ukulayiseniswa nokubhaliswa kokusetyenziswa kwamanzi uphuhliso olungatshitshiyo ucoceko ulawulo lweentlekele isifo sorhudo
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
