UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
UMzantsi Afrika Wemidlalo Nolonwabo
UMZANTSI AFRIKA WEMIDLALO NOLONWABO: UBUME
UBUME
UQHAGAMSHELWANO
Injongo yeSebe lezeMidlalo noLonwabo (SRSA) liza kuphucula umgangatho wobomi babo bonke abemi boMzantsi Afrika ngokuthi likhuthaze ukuthabatha inxaxheba kwezemidlalo nolonwabo kweli lizwe nangokuthi amaqela ezemidlalo oMzantsi Afrika akhuthazwe ukuba athabathe inxaxheba kwimicimbi yezemidlalo yezizwe ngezizwe.
Iinjongo zeli Sebe zezi:
Ukunyusa umgangatho wokuthabatha inxaxheba kwezemidlalo kunye neendawo nezinto zokuzonwabisa.
Ukuphakamisa ubume bezemidlalo phantsi kwengxaki yokungquzulana kwemibono malunga nokungxamiseka kwezinto.
Ukwandisa kangangoko amathuba okuphumelela kwimicimbi emikhulu yezemidlalo.
Ukusebenzisa ezemidlalo njengeyona nto iphambili enokusetyenziswa kwiinzame zokuphungula umgangatho wolwaphulo-mthetho.
Ezona zinto zingxamisekileyo zeli Sebe zezi:
Ukuqinisekisa ngendima yababandakanyekayo nokucwangcisa imisebenzi yabo ngokubhekiselele kwezemidlalo nolonwabo ukuze kuqinis
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
