UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Isebe Leenkonzo Zoluntu Nolawulo
ISEBE LEENKONZO ZOLUNTU NOLAWULO: UBUME
UBUME
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Injongo yeSebe Leenkonzo Zoluntu Nolawulo kukukhokela ukulungiselela ukuba iinkonzo zoluntu zilungele amaxesha angoku ngokuthi kuncediswe amasebe karhulumente ekusunguleni imigaqo-nkqubo yawo yolawulo, iinkqubo zawo neenkqubo zokufumana izisombululo zobume bawo, oko kusenziwa ngokwesicwangciso semigaqo nemimiselo esebenza ngokubanzi, ukuze kuphuculwe indlela yokunikezela ngeenkonzo.
Eminye imiba eli Sebe elisebenzana nayo yile:
Ukulwa urhwaphilizo
Iinkonzo zabaxumi
Imiqathango ekusetyenzwa phantsi kwayo
Iindlela zokuqesha
Uphuhliso lwabasebenzi
Ukuvavanywa kwemisebenzi
Unxibelelwano kwezemfundo
Imivuzo
Iinkonzo zabaphathi abakhulu
Inkqubo yeenguqu
Ukuphuculwa kweenkqubo
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
