UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Isebe Lamashishini Oluntu
ISEBE LAMASHISHINI OLUNTU: UBUME
UBUME
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
ISebe lamaShishini oLuntu linoxanduva lokukhokela nokulawula uhlengahlengiso olukhawulezileyo lwamashishini angawombuso ukuze kuphuculwe kangangoko okuxatyiswe ngumnini-zabelo.
INkqubo 1: UkuLawula nokuPhatha
Le nkqubo inoxanduva lokusingatha zonke iinkqubo zokukhokela nokulawula eli Sebe kunye neCandelo loMphathiswa. Le nkqubo iquka iCandelo loMphathiswa, iOfisi yoMlawuli-Jikelele, ezoQhagamshelwano, icandelo loPhicotho lwangaphakathi kunye neCandelo loMlawuli oyiNtloko yeeNkonzo ezidityanelweyo.
Le nkqubo yiyo equlunqa kananjalo isungule inkqubo yohlengahlengiso ukuze kuhlangabezwane neenjongo zikaRhulumente ngokubhekiselele kwezoqoqosho. Linamacandelo angala: elezaMandla noNxibelelwano ngeMinxeba, elezoThutho, elezokuQulunqwa kweeNkqubo zeziMali, nelezokuHlalutya iiNgxaki ezi
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
