UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezemfundo
Imfundo Noqeqesho Olugqithelayo (Amabanga 10-12)
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Esi sikolo siyingxenye yesicwangciso-qhinga esibanzi sokwandisa inani labafundi abaphumelela imatriki yabo kwezi zifundo kwibakala eliphezulu, ingakumbi abo basuka kwiingingqi ezihlelelekileyo.
Njengesongezelelo kwinkxaso ephuma kwiingcali ngeSiqinisekiso Sokuphumelela iimviwo zebanga leMatriki, esi sikolo sibonelela ngethuba elinqabileyo ebomini njengoko abafundi besenokufumana uncedo lwenkxaso-mali yokufunda ukuze bathabathise ngezifundo kumaziko emfundo ephakamileyo.
Esi sikolo sisixhobo semfundo esikwabonelela nangendawo yokuhlala kwabo bafundi bafuna ukuqesha indawo yokuhlala. Ngonyaka ka-2004, esi sikolo siya kujongana nabafundi bebanga leshumi, ze ibe leleshumi elinanye neleshumi elinesibini kwiminyaka ezayo.
Isikolo esi sibonelela ngala mathuba alandelayo kubafundi:
uncedo ngenkxaso-mali yokufunda
Indawo yokufundela enomtsalane, nekhuselekileyo uthutho ukuya kwesona sikhululo sikaloliwe sikufutshane kubafundi abangahlali esikolweni abahlohli abanamava nabafunde lukhulu ngezo zifundo bazihlohlayo izixhobo zokufunda ezinobugcisa bangoku izixhobo zemidlalo nezokuzonwabisa ezigqwesileyo
IMIYALELO:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo" (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
