UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Isebe Lemicimbi Yekhaya
ISEBE LEMICIMBI YEKHAYA: UBUME
UBUME
IINKONZO
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Injongo yeSebe leMicimbi yeKhaya kukukhusela nokulawula iminqweno yabemi boMzantsi Afrika ngokubhekiselele kubume babo, ububona kunye namalungelo namagunya athile. Lilo elikhupha nelilawula uninzi lwamaxwebhu afunwa ngabemi, maxwebhu lawo afana nesatifiketi sokuzalwa, iincwadi-zazisi kunye nezatifikethi zomtshato.
Eli Sebe likwabonelela abemi boMzantsi Afrika ngentlaninge yeenkonzo, kanti nabemi bamanye amazwe abanqwenela ukundwendwela okanye ukuhlala kweli lizwe. Ezinye kwezo nkonzo zezi:
iincwadi-zazisi amaxwebhu okundwendwela ubumi ukubhaliswa kokuzalwa nezatifiketi zabazelweyo iirekodi zabantwana abamkelwe kwabanye abazali (adoption)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
