UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Iinkonzo Zoluntu
Iimali-mboleko Zokuthenga Izindlu Noncedo ngezezimali
INKCAZELO:
Imibutho engekho phantsi kukarhulumente(NGOs)
Kukho uthotho lwemibutho engajonge ngeniso esele ibhalisiwe eNtshona Koloni. Ukubhaliswa kwe-NPO akusosinyanzelo kodwa kukuzithandela. Ukubhalisa kuyenza iNPO izive iphila ngokusemthethweni, futhi izicelo zoncedo-mali, ezithunyelwa kurhulumente okanye eminye imibutho yenkxaso-mali, ingayinceda ngempumelelo loo NPO ukuba ibhalisiwe.
Kungenjalo, ukubhaliswa kwe-NPO kuhamba nemisebenzi ekufuneka yenziwe yiloo-NPO, efana nokungenisa iinkcukacha zezimali zonyaka kwaneengxelo zezimali kuBalawuli, kwanokuhlonela indlela yokusebenza kakuhle.
IMIYALELO:
Ukubhalisa iNPO, kufuneka ufake iphetshana lesicelo kunye neekopi ezimbini zeempepha zokusekwa kwe-NPO yakho (umgaqo-siseko okanye iphepha lezizathu zobukho baloo mbutho kwanamanqaku embumba yenu). Ezi zinto kufuneka zithunyelwe ngeposi kuphela:
ISebe loPhuhliso Loluntu
Okanye uzingenise ngesandla:
Isicelo sokubhaliswa kwe-NPO yakho siya kuthabatha malunga neenyanga ezimbini. Kungenjalo, ekufunyanweni kwesicelo sakho, incwadana yembalelwano eqinisekisa ukuba sifunyenwe iya kuthunyelwa kuwe. Isiqinisekiso sokubhaliswa siyalandela ukuba isicelo eso sibe yimpumelelo. Ungakwazi ukufaka isibheno ukuba isicelo sakho asiphumelelanga.
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Isicelo Sokuxhaswa Ngezimali Kwemibutho Enikezela Ngeenkonzo Eluntwini (Izikhokelo/Incwadi yezikhokelo/Imiyalelo)
Konke Odinga Ukukwazi Ngokubhaliswa Kwemibutho Engajonge Ngeniso (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
