UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Isebe Lezempilo
ISEBE LEZEMPILO: UBUME
UBUME
IINKONZO
IINDABA
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Umbono weSebe lezeMpilo ngowokudala uluntu olunenkathalo nobuntu, apho bonke abemi boMzantsi Afrika bathi babenako ukufikelela kuncedo lwezempilo olufikelelekayo ngokwamaxabiso, oluntsulungeko incomekayo. Ukuze kube nokwenzeka oko, eli Sebe linenjongo:
yokulungelelanisa nokwakhela phezu kwempumemelo yeminyaka emihlanu edlulileyo ukuze liphucule ukufikeleleka kweenkonzo zempilo kuphungulwe nokungalingani.
yokugxininisa kubambiswano nabanye ababandakanyekayo ukuze kuphuculwe intsulungeko yonyango kuwo wonke amanqanaba enkqubo yezempilo, ngokukodwa kwiinkqubo zothintelo-zifo neenkqubo zempilo.
yokuphucula ukusebenza kakuhle kwenkqubo yokubonelela ngonyango.
Eminye imiba yezempilo eli Sebe eliyihlele njengeyona ingxamisekileyo yile:
Icuba
Icesina
Isifo sephepha
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
