UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Isebe Lemicimbi Yendalo Engqongileyo Nezotyelelo
ISEBE LEMICIMBI YENDALO ENGQONGILEYO NEZOTYELELO: UBUME
UBUME
IINKONZO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Injongo yeSebe leMicimbi yezokusiNgqongileyo noKhenketho kukukhokela ulawulo lokusingqongileyo nokhenketho ngokweminqweno yophuhliso olungaphelendawo, kusenzelwa wonke ubani, ngokuthi kukhuthazwe uphuhliso olungaphelendawo, ukusetyenziswa nokukhuselwa kwezinto zethu zendalo nenkcubeko.
kumiselwe iinkqubo zokhenketho ezinengqiqo neziqinisekisa uzinzo kwezisingqongileyo nezinegalelo ekudalweni kwemisebenzi nomgangatho ongcono wobomi.
ululolonga izakhono, amava kunye nolwazi ngokungqonge bonke abemi boMzantsi Afrika.
ukunyanzelisa ukufikeleka ngokobulungisa kwinzuzo efumaneka kwizinto zethu zendalo nenkcubeko ukuxhobisa abemi boMzantsi Afrika ngamandla, uluntu namaqumrhu ngokunjalo, oko kusenziwa ngokubambisana, iinkqubo zophando neenkonzo zengcaciso kusetyenziswane nabo bonke abachaphazelekayo namacandelo aseburhulumenteni ngokomoya wolawulo ololulo.
kuqinisekiswe ukuba konke ukuthabatha inxaxheba kwezizwe ngezizwe kuqhutywa ngokwemigaqo-nkqubo nemimiselo yoMzantsi Afrika.
Imisebenzi yeli Sebe iqulunqwa kananjalo isungulwe ngamasetyana amahlanu eli sebe:
EloLawulo lweZinto eziPhilayo noLondolozo lweNdalo
Ezinye iinkqubo neeprojekthi eli Sebe elibandakanyeka kuzo kungoku nje zezi:
EzoKhenketho IiProjekthi neeNkqubo zoPhuhliso lwaMashishini
Imimandla yolondolozo lwendalo enqamla imida
INkqubo yokuPhungula ubuHlwempu
INkqubo yolawulo lweZinto eziLahlwayo
Inkqubo emalunga neProjekthi yeMo yezokusiNgqongileyo
Amalinge okuphuhlisa iindawo ezingekabi nanto
Ukukhathalelwa konxweme
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
