UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IKhabhinethi
Ubongameli
UBONGAMELI: UBUME
UBUME
IINDABA
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Injongo ye-Ofisi kaMongameli kukubonelela ngolawulo olululo nokuxhasa uMongameli noSekela-Mongameli, ukulungiselela ukuba bakwazi ukufezekisa umsebenzi wabo wolawulo ngokuhambelanayo nemimiselo yoMgaqo-siseko.
UMongameli uyiNtloko yoMbuso kwaye nguye okhokela iKhabhinethi. Unyulwa yiNdlu yoWiso-mthetho yeSizwe, enyulwa kumalungu ayo, akhokele ilizwe ngokunjalo. UMongameli osezintanjeni kungoku nje nguThabo Mbeki.
UMongamelo utyumba uSekela-Mongameli kumalungu eNdlu yoWiso-mthetho yeSizwe. USekela-Mongameli kufuneka ancedise uMongameli ekuqhubeni imisebenzi yaseburhulumenteni. USekela-Mongameli Unksz Phumzile Mlambo-Ngcuka.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 9 uNovemba 2005
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
