UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Isebe likaRhulumente Wedolophu
ISEBE LIKARHULUMENTE WEDOLOPHU: UBUME
UBUME
IINDABA
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Siyimbumba norhulumente wedolophu, sabelana ngoxanduva lokuba noomaspala abasebenza ngempumelelo.
IINDABA EZIBALULEKILEYO:
La masebe mabini adibene enza isebe elitsha elinye elibizwa ngokuba liSebe looRhulumente boMmandla nezeZindlu ukusukela kumhla 1 ku-Epreli 2005. Eli qumrhu litsha liya kuhlaziywa ngo-Epreli 2005 kwaye ke ngoko siya kucela ukuba usinyamezele malunga nayo nayiphi na idatha engachanekanga eye yondlalwa ephathelele kweli sebe.
IINKONZO & NEERHAFU
Umelwe kukuhlawula malini? Fumana ezinye iinkcukacha ngendlela ekusetyenzwa ngayo nokuba unokuqhagamshelana nabani na.
IMIVUZO YAMALUNGU EBHUNGA
Funda banzi ngemivuzo yamalungu ebhunga njengoko epapashiwe kwiNcwadi yeZibhengezo kaRhulumente.
ISIKHUNDLA SEMIFANEKISO
Unganawo umdla ekuboneni imifanekiso yeminye yale misebenzi, iindaba kwaneenkqubo?
ULAWULO LWEENTLEKELE
Jonga indlela esisebenza ngayo ngeeNtlekele kweli phondo. Kwenzeka ntoni ngaphambili yaye ukuba kukho iintlekele esisebenza ngazo ngoku.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
