UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Amaqumrhu Karhulumente
IKomishoni
IKomishoni yeNkcubeko yeNtshona Koloni
IKomishoni yeNkcubeko yeNtshona Koloni
INKCAZELO:
IZICELO ZENKXASO-MALI
Intetho Ephangaleleyo Malunga Namaphulo Axhaswe Ngezimali
Ukuba Nokuyifumana Inkxaso-mali kwiKomishoni Yenkcubeko yeNtshona Koloni
Imisebenzi Yokwazisa: Inkxaso-mali Kwimibutho Yenkcubeko ku-2005/2006
Iphetshana Lokufaka Isicelo: Inkxaso-mali Kwimibutho Yenkcubeko
IINKCUKACHA ZOQHAGAMSHELWANO
Amaziko Enkcubeko iKimishoni Yenkcubeko yeNtshona Koloni idlala ebaluleke kakhulu ekulondolozweni, ekuphakanyisweni nasekuphuhlisweni kwazo zonke iinkcubeko kweli Phondo, ingakumbi abo babesakuhleleleka ngaphambili, benganikwa ntlonipho nendelelo. Le Komishoni ikhuthaza abemi ukuba bazamkele futhi baziqonde iinkcubeko zabo ezahlukeneyo.
Enye yeenjongo zale Komishoni Yenkcubeko kukusebenzisa inkxaso-mali yamaphulo enkcubeko njengesixhobo sokulwa intlupheko, ukudala amathuba engqesho kwanokuza neenguqu kuluntu nasekuhlaleni. Kungoko ke le Komishoni inika abantu amathuba okukhula bona kwanoluntu ekuhlaleni.
Le Komishoni ithatha lonke uhlobo lobugcisa, ukuqala kumculo wejazz ukuya kumculo wemveli nakwimidaniso yeballet, umculo we-opera, ukwenza imifanekiso eqingqiweyo, imizobo neminye nje imisebenzi yobugcisa njengengxenye ebalulekileyo yesizwe esiphilileyo. Ithi ke ngoko izame ukuqinisekisa onke amagcisa namachule kwakunye nazo zonke iintlobo zobugcisa ziyancediswa ze zikhuthazwe ngandlela zonke.
iKomishoni Yenkcubeko le incediswa kwimisebenzi yayo liSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo ze ifumane inkxaso yezopolitiko kuMphathiswa Wemicimbi Yenkcubeko, Imidlalo Nolonwabo.
Sango Bam
UMNXEBA:
IFEKSI:
IDILESI YESITALATO:
IDILESI YEPOSI:
ICANDELO LIKARHULUMENTE ELIBEKA ILISO:
iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
Inkxaso-Mali Ekhutshwa Qho Ngonyaka Yokunceda Imibutho Yezenkcubeko Ngo- 2005/2006 (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
