UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IiNkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Iziqinisekiso Namaphepha-mvume Okushishina
Amaphepha-mvume Okushishina
Amaphepha-mvume Okushishina
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Ukongeza ekubhalisweni kweshishiniamashishini 1/1 amashishini athile alindeleke ukuba afumane imvume yokushishina ngokufnwa yi-Businesses Act.Imvume yokushishina ifuneka ikakhulu kumashishini ekufuneka ehlonele imimiselo yempilo nokhuseleko. Iimvume ezi zifuneka kumashishini afana nala:
awenza okanye athengisa ukutya okunokuba kudala izinto zempilo okanye zokuzonwabisa( kuquka amashishini abonelela ngamagumbi ashushu kakhulu ukucoca nokuhlaziya umzimba, ngemiyalezo, imidlalo yebhodi, imidlalo yeebhola edlalwa etafileni egqunywe ngelaphu, oomatshini bokungcakaza, iindawo zokuzonwabisa ebusuku kwakunye nezo zokubukela imidlalo-bhanyabhanya).
IMIYALELO:
Umaspala wakho ujongana neemvume zamashishini yaye ungaqhagamshelana nabo ngeenkcukacha zenkqubo yokunikezelwa kweemvume kwakunye nemimiselo yezempilo neyokhuseleko efuneka kwiintlobo ezahlukeneyo zamashishini.
Ngokuxhomekeka kuhlobo lweshishini elo, kuya kufuneka uhlonele ezi mfuno zilandelayo:
ukwahlulwa ngokwemimandla impilo ukhuseleko (ingakumbi umlilo).
Ukuba uyazihlonela zonke iimfuno, uya kunikwa imvume. Ukuba awuyihloneli, ungafaka isicelo sokunikwa ixesha elili-14 leentsuku, ozakuthi ukwazi ukwenza iinguqu ngalo kwisakhiwo sakho ukuze sibe kanti siyavumelana nale mimiselo.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
IMvume Yokufunda, Eyokuphangela Nezinye Iintlobo Zemvume (IiNkonzo)
Izicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
