UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IiNkonzo
UPhuhliso & Nolawulo Lwezakhiwo
Ucwangciso Lophuhliso
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Zonke izicwangciso zezakhiwo kufuneka zibe phantsi kolawulo lukarhulumente wekhaya. Urhulumente weSixeko saseKapa uqwalasela intlaninge yemiba ngaphambi kokuba aphumeze izicwangciso zezakhiwo, miba leyo iquka ifuthe lolo phuhliso ndawonye neziphumo kwimpilo yendalo engqongileyo.
IMIYALELO:
Imithetho enento yokwenza nezicwangciso kwakunye nokuqulunqa izicwangciso zokwakha ukungeniswa kwezicwangciso ukunikezelwa kweenkonzo zoguntyulo-lindle amacala kwakunye nobude begumbi iimfuno zomoya opholileyo iimfuno zokukhanyisa kwendalo iikhokelo zamagumbi neengingqi zenkukuma izixhobo zabantu abakhubazekileyo uhlobo lwabantu abaza kuhlala apho kwanokuyilwa kwalo iindawo zomoya opholileyo ukuyilwa kwesithiyeli segrisi igumbi lokutshayela okanye ke iimfuno zeengingqi.
Izicwangciso zezakhiwo azinakho ukuthunyelwa ngeposi njengoko kufuneka zingeniswe kwikhompyutha ngumbhali-zakhiwo. Ayivumelekanga itippex, izinamathelisi okanye iindawo ezishiywe nje zingagcwaliswanga ngeempendulo kuzo naziphi na izicwangciso.
Izicwangciso zingathunyelwa:
Amaxesha Okusebenza:
Ukungeniswa kwezicwangciso zezakhiwo: 08:00 ukuya 14:30
Nayiphi na eminye imibuzo/iintlawulo: 08.00 ukuya 12.30
Iinkcukacha zoqhagamshelwano:
Imibuzo Ephangaleleyo: 021 550 1129/1101
Ukungeniswa Kwezicwangciso Zezakhiwo: 021 550 1193/4
Ukucwangciswa Kwezakhiwo Zesixeko: 021 550 1090
Abahloli Bezakhiwo: 021 550 1296
Amaxesha Okusebenza:
Iinkcukacha zoqhagamshelwano:
Imibuzo Ephangaleleyo: 021 400 2339/3909
Imibuzo Enento Yokwenza Nezicwangciso Zezakhiwo: 021 400 3660
Imibuzo Ngenkqubela Yemisebenzi: 021 400 3440Imibuzo Ngenkqubela Yemisebenzi: 021 400 3440 br / iGosa Elisebenza Ngokulawula Izakhiwo: 021 400 3022
Iikopi Zezicwangciso: 021 400 2123
Iintlawulo Zokuvavanya Izakhiwo: 021 400 3347
Injineli Yobume: 021 400 4051
Ukunyanzeliswa Kwemimiselo Yezakhiwo: 021 400 3967
Umhloli Oyintloko Wezakhiwo: 021 400 3623
uMlawuli Wophuhliso Lwezakhiwo: 021 400 3122
Amaxesha Okusebenza:
Iinkcukacha zoqhagamshelwano:
Imibuzo Ephangaleleyo: 021 900 1800 kwakunye 021 900 1500
Iinkcukacha neentlawulo.
Amaxesha Okusebenza:
:00 ukuya 14:30
Iinkcukacha Zoqhagamshelwano:
Imibuzo Ephangaleleyo: 021 710 9439
Imibuzo Ngezicwangciso Zezakhiwo: 021 710 9436.
Iintlawulo Neenkcukacha iCandelo Lolawulo laseTygerberg
Izicwangciso zingangeniswa:
Amaxesha Okusebenza:
ukuya 14.30Iinkcukacha Zoqhagamshelwano:
Imibuzo Ephangaleleyo: 021 918 2808
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Izicelo zoPhuhliso (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
