UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Iziganeko
IKhalenda Yeziganeko Zoluntu kwiKhompyutha
IKhalenda Yeziganeko Zoluntu kwiKhompyutha
INKCAZELO:
ISixeko saseKapa sinekhalenda ehlaziywa rhoqo kwikhompyutha , nequka ezi ndidi zilandelayo zeziganeko:
Imisebenzi yobugcisa nemidlalo yeqonga
Ukhuphiswano
Iimalike zemisebenzi yobugcisa
Usapho
Ezempilo
Indlela yokuphila enempilo nenesiphiwo sokuyila
Iintlangano zobuhlobo
Ezenzululwazi nobuxhaka-xhaka Bobugcisa
Ezenkolo
Ezemidlalo.
IMIYALELO:
Esi sibonelelo sinikezelwa siSixeko saseKapa njengenkonzo engahlawulelwayo kwimibutho yoluntu ngaphakathi kuMmandla woLawulo lweNqila yeKapa. Ungaposa iinkcukacha malunga neziganeko zakho zonyuso lwengxowa-mali kwaye ziya kudweliswa kule khalenda.Ukufaka isiganeko esithile, kuya kufuneka ukuba ugcwalise iphetshana lesicelo ethile kuqhagamshelwano ngekhompyutha. Igosa lebhunga liya kuqinisekisa iinkcukacha malunga nesi siganeko size sidweliswe kuluhlu olukwikhalenda.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
