UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Amaphulo
Ushishino & Noqoqosho
Ulwazi
ULWAZI
Imisebenzi kaRhulumente, idweliswa ngokwamabakala.
Kwinqanaba lokuqala lale projekthi, okuya kuqwalaselwa iya kuba lurhwebo oludityanelweyo lwe-IT, uthungelwano kulwakhiwo kunye nempembelelo kumgaqo-nkqubo we-IT. Kwinqanaba lesibini, eyona mimandla eyakuthi iqwalaselwe iya kuba luphuhliso loshishino lwe-IT nophuhliso lwezakhono kwi-IT. Eyona ndawo yokuqala eyakuthi iqwalaselwe kukubhexeshwa kweli qela. Imisebenzi ejikeleze oku iquka iziganeko ezinjengemiboniso ... 
Abemi kunye namashishini afuna ulwazi olusuka kurhulumente. ICape Gateway yindlela enye yokufikelela kwimiba emalunga neenkonzo zikarhulumente, amaphulo kunye nokushicilelweyo. Ukufikeleleka kolwazi ngeenkonzo zikarhulumente kungenza ukuba urhulumente wephondo aphucule ukunikezela ngeenkonzo kwaye kunganceda nasekudaleni indawo eyakhayo ekukhuleni koqoqosho. Eli sango liqulethe ulwazi olusebenziseka lula malunga norhulumente ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
