UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
Ukufumana Ulwazi Ngezicelo Nzingenayo Zamaphepha-mvume Otywala Kwakunye Nemisebenzi yeBhodi yoTywala yeNtshona Koloni
Ukufumana Ulwazi Ngezicelo Nzingenayo Zamaphepha-mvume Otywala Kwakunye Nemisebenzi yeBhodi yoTywala yeNtshona Koloni
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Uluntu kudingeka ukuba lwazi ngezicelo zamaphepha-mvume otywala aphantsi koqaphelisiso ukuze lukwazi ukudwelisa inkcaso. IBhodi yoTywala yeNtshona-Koloni ngoko ipapasha uludwe lwezicelo ezingenileyo ngenyanga nganye.Uluhlu lwemicimbi yokuxoxwa yeentlanganiso zeBhodi yoTywala yeNtshona Koloni ikhona ukuze ifunyanwe luLuntu.
IMIYALELO:
Ezi nkcukacha zilandelayo zivuleleke kuluntu ngokufumaneka kwikhompyutha:
Izibhengezo Ezikwincwadi Yezaziso kaRhulumente Ezinento Yokwenza Namaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
Izicelo Ezingenayo zaMaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
Imiba Yengxoxo yeBhodi Ekhupha Amaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IBhodi Ejongene Notywala yeNtshona Koloni
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala (IiNkonzo)
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
