UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ubomi & Nosapho
Ukuzazisa, Ukufudukela Kweli Kommi Welinye Ilizwe & Nobumi
Ukufumana, Ukulahlekelwa Nokuphinda Ufumane Ubumi
Ukufumana, Ukulahlekelwa Nokuphinda Ufumane Ubumi
INKCAZELO:
Abemi boMzantsi Afrika banamalungelo athile abathi abo bangengobemi beli bangabi nawo. Umzekelo, ilungelo:
lokuvota lokunikwa incwadana yokundwendwela lokubuyela eMzantsi Afrika emva kokuhlala kwenye indawo.
Abantu abangengobemi kufuneka befumene imvume yokungena eMzantsi Afrika. Ukuba bafuna ukuhlala, kusafuneka futhi bafumane imvume yoko.
Ubumi bunokufunyanwa okanye bulahleke. Yaye abantu ababesakuba ngabemi bangaphinda babufumane ubumi babo belizwe.
IMIYALELO:
Isebe LemiCimbi Yekhaya lingakunceda:
ngokufumana ubumi bobuzwe bakho ngokuba ngummi (ngokwendalo)
ukuphinda uzuze ubumi belizwe ukulahla ubumi belizwe ngokuba ngummi wamazwe amabini.
Ukufumana iinkcukacha ezithe vetshe ngezi nkonzo, ndwendwela I-website yeSebe Lemicimbi Yekhaya.
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Ucingo lweSebe Lemicimbi yezeKhaya (IiNkonzo)
Ucingo Lwemibuzo Ephathelene noMthetho Wokufudukela Kweli ka-2002 (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
