UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Utyalo-mali
Iziko Labarhwebi Ekutsalelwa Kulo Iminxeba
Iziko Labarhwebi Ekutsalelwa Kulo Iminxeba
INKCAZELO:
Ezi nkonzo ziquka:-
Ukubonelela ngolwazi:
Amacandelo oshishino neemarike zoMzantsi Afrika iindleko zokushishina eMzantsi Afrika izibonelelo zeerhafu izibonelelo zezimali izakhono zabemi boMzantsi Afrika nobutyebi bendalo yeli amathuba oshishino neentengiso ezona ngingqi zinamathuba okukhula
Ukubonelela ngenkxaso yokusebenza kwamashishini:
injongo yokuthengisela ngaphakathi apha eMzantsi Afrika ukuhlanganisa bonke ababandakanyekayo kwanabo kukho amathuba okusebenzisana nokuthabatha inxaxheba kolo shishino inkxaso yothetha-thethwano ukuqhagamshelana namaziko alawulayo kwanamanye amasebe karhulumente (umzekelo, ukufumana umsebenzi okanye amaphepha-mvume okuhlala kweli kwanamaphepha-mvume okuthengisela amazwe angaphandle)
ukubonelela ngomkhomba-ndlela neengcebiso ngokuba inkampani okanye amasebe abe phi kweli sebe iingcebiso zeengcali ngokuya kumisela kwenye indawo inkqubo yexesha elide yokuqhutywa koshishino ngokweengcebiso
IMIYALELO:
Tsalela le nombolo:0861 843 384, okanye le yefeksi 012 428 7852/7853.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Ulwazi Kubantu Abafuna Ukurhweba (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
