UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Utyalo-mali
Ulwazi Kubantu Abafuna Ukurhweba
Ulwazi Kubantu Abafuna Ukurhweba
INKCAZELO:
Isebe lezeNtengiso noShishino libonelela ngolwazi oluneenkcukacha kwikhompyutha kubantu abafuna ukurhweba noMzantsi Afrika.
Oku kuquka ulwazi ukuba:
Kutheni kufuneka kurhwetyiwe noMzantsi Afrika
Imithetho Elawula Urhwebo
Ukuhlala Nokusebenza eMzantsi Afrika
Ukwenza Ushishino eMzantsi Afrika
Amanyathelo Enkuthazo.
I-Wesgro ibonelela ngolwazi kubantu abanomdla ekurhwebeni neNtshona Koloni. Olu lwazi luquka ukujongwa nolwazi oluneenkcukacha nge:
Uqoqosho lweNtshona Koloni
Indawo Yokushishina yeNtshona Koloni.
IMIYALELO:
Ukufumana ulwazi olulolunye, qhagamshelana neSebe leNtengiso Noshishino
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IQumrhu loPhuhliso loRhwebo neNtengiso yeNtshona Koloni (iWESGRO)
YAYAMENE
Iziko Labarhwebi Ekutsalelwa Kulo Iminxeba (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
