UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezemfundo
IMfundo Engundoqo Noqeqesho Lwabadala
IMfundo Engundoqo Noqeqesho Lwabadala
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
ISebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu likhuthaza ukuba abasebenzi balo bafunde bade bakhokhobe. Ukuza kuthi ga ngoku eli Sebe liyazixhasa iiNkqubo zeMfundo Engundoqo Noqeqesho Lwabadala.Abafundi be-ABET abaqeqeshwa usuku olunye ngeveki bangagqiba nje amanqanaba e-ABET ukusuka kwelo-1 ukuya kwele-4 kunye/okanye bagqibe ibanga leshumi.
IMIYALELO:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Imicimbi Yamaqumrhu (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
