UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezothutho
Izithuthi, Iingozi & Nokhuseleko Ezindleleni
Ukufumana Ikopi yeNgxelo Yengozi
Ukufumana Ikopi yeNgxelo Yengozi
INKCAZELO:
Ukuba ngaba ufumene ingozi, kufuneka uyixele emapoliseni aya kuthi ke wona enze ingxelo ngayo. Kufuneka kwixesha elizayo uzifumane iinkcukacha ezimalunga nengozi okanye ikopi engeNgxelo yeNgozi oya kuyifuna ukukhangela ukuba ingxelo leyo yengozi igciniwe kwiiNkonzo zamaPolisa oMzantsi Afrika
KwiSebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu kusini na
IMIYALELO:
AbeeNkonzo zamaPolisa oMzantsi Afrika ngabo abagcina iingxelo malunga neengozi ezithe zehla kwanamatyala olwaphulo-mthetho asaphandwayo. Qhagamshelana nesikhululo samapolisa esikummandla lowo ithe yenzeka kuwo ingozi ukuze ufumane ezinye iinkcukacha.
Oomaspala ugcina zonke iingxelo ezimalunga neengozi ezenzeka kwindawo yabo xa kungekho tyala lalaphulo-mthetho liphandawayo.
Iingozi ezithe zehla kumandla wolawulo weSixeko saseKapa , ungaqhagamshelana:
Ifowuni: 021 400 4771 / 4773 / 4705
ifeksi: 021 400 4775
Zonke ezinye iingxelo ezimalunga neengozi zigcinwa liSebe lezoThutho neMisebenzi yakwaRhulumente. Ukufumana ezinye iinkcukacha dibana:
Inombolo yomnxeba: 021 483 3488
Inombolo yomnxeba: 021 483 2102
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
IXABISO:
Iikopi zeengxelo ezimalunga neengozi ezivela kwiZibonelelo zeeNdlela zeSixeko saseKapa zibiza i-R150.00.
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IXABISO:
Iikopi zeengxelo ezimalunga neengozi ezivela kwiZibonelelo zeeNdlela zeSixeko saseKapa zibiza i-R150.00.
YAYAMENE
Yintoni Emayenziwe Kwindawo Yengozi (IiNkcukacha Zoluntu)
Ukufaka Ibango Kwingxowa-mali Yeengozi Zendlela (IiNkonzo)
INgxowa-mali yeeNgozi Zendlela (Ingxowa-mali)
Iinkcukacha Ngeengozi Zezithuthi kwiPhondo Eli (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
