UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezothutho
Iziqinisekiso, Amaphepha-mvume & Neziqinisekiso Zoqeqesho
Ukuhlola Isithuthi Ukuba Sikulungele Na Ukuba Sendleleni
Ukuhlola Isithuthi Ukuba Sikulungele Na Ukuba Sendleleni
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Isiqinisekiso sokulungela indlela kwesithuthi singafumaneka kuso nasiphi na isikhululo sokuvavanywa kwezithuthi sabucala okanye saseburhulumenteni.
Uvavanyo lokulungela indlela lujongana nale miba kwizithuthi:
umnini-sithuthi neempepha zoko izixhobo zombane izinto ezidingwayo sisithuthi kunye nezixhobo (eziquka izipili, amabhanti okhuseleko, njalo-njalo)
iziqhoboshi amavili (kuquka nemeko yamatayala)
ukuqina nobunzima ivili lokuqhuba injini isikhupha-moya omdaka ukujika-jika nokuqhuba, izixhobo amahla-ndinyuka esithuthi
Iphetshana lovavanyo olupheleleyo lokulungela indlela kwesithuthi liyafumaneka kwiPhepha-ndaba likaRhulumentelomhla wama-23 wenyanga yeNkanga apha ku-2005 (onombolo ingu-28227).
IMIYALELO:
Ukufumana iinkcukacha ezizezinye dibana no-
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Ukubhaliswa KweeNqwelo-mafutha Kumaziko Ovavanyo Lwezithuthi (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
