UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezemfundo
Izixhobo Zokufunda
INKCAZELO:
ISebe leMfundo leNtshona Koloni lixhobisa abahlohli nabafundi ngezinto ngezinto ekubonelelwa ngazo kwi-online.
IMIYALELO:
Le venkile ineekhakathalogu zazo zonke izinto ezipapashiweyo ezifundisayo ezenziwe lisebe eli ezingathengwa kwalapha kwi-online.
Ithala leencwadi linekhathalogu nezibonelelo ze-intanethi ezingaluncedo kumhlohli okanye kumfundi.
IProjekthi yokuFunda yeZikolo igcine uluhlu lwezibonelelo ze-online ekujongwe ukuphuculwa indlela yokufundisa neyokufunda ezikolweni kuqukwa neenkcukacha:
zomsebenzi weklasi izixhobo zokuhlola izinto ezifanayo ukulwa ukungahanjwa kwesikolo kakuhle isigama esikhutshwa ngexesha lokubhalwa kweemviwo (uludwe lwesigama olubangeelwimi zontathu)
uphuhliso lwezikolo iinkokeli zesikolo.
IZIKO LEZIBONELELO LESEBE LEMFUNDO LESIZWE
iincwadi namaphepha-ncwadi amaphepha-ndaba akwi-online izinto ezisanda kufunyanwa izinto ezipapashwe liSebe leMfundo.
Iziko eli likwanawo namakhonkco kunye neewebsite zeeNkonzo zeeNkcukacha zeThala leencwadi.
Iwebsite yeSchoolNet ineenkcukacha eziya kuba luncedo kubafundi nakubahlohli, ezisukela kwiinkcukacha zoqhagamshelwano zesikolo ukuza kuthi ga kwezi zibonelelo zezemfundo ezenziweyo zaza zagcinwa.
Le nethi yeZikolo (SchoolNet) ikwanceda amalungu ezikolo ukuba aseke ezawo iiwebsite needilesi ze-imeyili.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Iinkonzo Zenkxaso Kwimfundo Eyodwa (iSebe Lemfundo leNtshona Kapa, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
