UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezothutho
Iziqinisekiso, Amaphepha-mvume & Neziqinisekiso Zoqeqesho
Ukubhaliswa Kwabavelisi, Abathumeli-mpahla kweli Nabenzi beziThuthi
Ukubhaliswa Kwabavelisi, Abathumeli-mpahla kweli Nabenzi beziThuthi
INKCAZELO:
Sonke isithuthi ezenziwe apha eMzantsi Afrika okanye eso senziwe kwelinye ilzwe ze sathunyelwa kweli kufuneka sibhaliswe ngaphambi kokuba sithunyelwe kwindawo yentengiso okanye sithengiswe.
IMIYALELO:
nesazisi somnini wesithuthi (ukuba isithuthi eso sithengwe phantsi kwesivumelwano sentengiselwano)
isazisi somnini wemoto imali engummiselo ehlawulwayo isiqinisekiso esikhutshwa ngumvelisi, umenzi zimoto okanye umthengisi ozizisa kweli:
inombolo yomzimba wemoto inombolo yenjini uhlobo lwemoto igama lodidi lwayo i-tare ngokweekilograms ubukhulu benjini ngokweesentimitha zetyhubhiki amandla apheleleyo enjini owona mbala wayo inombolo yedidi isiqinisekiso samapolisa esingqina ukuba akukho kwhiniba likhoyo malunga nemoto le isiqinisekiso sokuba iyilungele indlela.
La mabakala amaziko:
Amaziko Okuvavanya Iinqwelo-mafutha
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
Ukuhlola Isithuthi Ukuba Sikulungele Na Ukuba Sendleleni (IiNkonzo)
IZiqinisekiso Zokususwa Kwamakhwiniba Kwizithuthi (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
