UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezemfundo
Imfundo Noqeqesho Olugqithelayo (Amabanga 10-12)
Iinkcukacha Neziphumo Zeemviwo
Iinkcukacha Neziphumo Zeemviwo
INKCAZELO:
IINKCUKACHA ZOQHAGAMSHELWANO
Inombolo Yomnxeba: 021 467 2300
Uya kukwazi ukukhangela iziphumo zomfundi othile kwiphepha leSebe Lezemfundo leNtshona Koloni elikwi-internet, okanye ukhangele abafundi abaphumelele emagqabini kwisikolo okanye isithili esithile. Ukuze ufumane iziphumo neenkcukacha zika-2007, cofa kuphawu olungudibanisa elisecaleni koxwebhu lweziphumo zika-2007 kwicala elisekhohlo lomboniso lowo.
Ukuze ufumane iinkcukacha zakho, uya kudinga oku kulandelayo:
Inombolo yakho yeemviwo
Inombolo yencwadana yakho yesazisi.
Hlala utyelela le website ukuze ufumane amaxesha neendawo zokuhlalela iimviwo zeesapu.
Iziphumo zeemviwo zemfundo noqeqesho olungundoqo lwabadala nazo zikwafumaneka. Yaye usenakho nokufumana amaxesha neendawo zokuhlalela iimviwo kwakunye namaphepha eemviwo esele zabhalwa kudala.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Iimviwo (iCandelo Likarhulumente)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
