UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Amaphulo
Iphulo Lobugcisa Kushishino
Iphulo Lobugcisa Kushishino
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INJONGO:
Injongo kukuphakamisa amacandelo enkcubeko akwiNtshona Kapa ngokuthi sixhase amagcisa ethu.
ISIQALO:
ISIPHELO:
UMGANGATHO:
INKCAZELO:
Cofa kumfanekiso ngamnye ukuze ufumane ezinye iinkcukacha
iSebe Lophuhliso Loqoqosho Nokhenketho liseke Iphulo Lobugcisa elikwaziwa njengoBugcisa Kushishino, ukunika amagcisa akwiNtshona Kapa isikhundla sokuthengisa nokwazisa ngeemveliso zawo zonyaka ka-2005. Eli phulo ke libonwa njengenyathelo elibalulekileyo kwilinge lokuphuhliswa kobuchule bobugcisa kwakunye namacandelo enkubeko ngazo zonke iindlela ezinokuba lulutho kuthi.
Eli Sebe liceba ukuhlanganisa ze liqokelele imisebenzi ezotywe ngepeyinti kwisithuba sexesha. Iinkcukacha zamagcisa abazobi ziyafumaneka ngeenjongo zokwenza lula kubantu abaceba ukuthenga imisebenzi yawo ngqo kubo.
Izimvo Zabazobi uVelile Soha waqala ukuba nomdla kubugcisa eselula kakhulu. Wenza izifundo zokuzoba, ezokuchwela, ukuthabatha imifanekiso, imizobo eyenziwe ngepeyinti, ukuzoba nokubhala ngobuchule. Njengokuba esebenza ngengomzobi ixesha lakhe lonke, imisebenzi kaVelile sele iboniswe kwiminyhadala emininzi apho ayedwa kuyo kwanaleyo yamaqela amagcisa kuMzantsi Afrika jikelele, eNamibia, e-USA naseYurophu, Injongo yam kukubonisa izizwe zangaphandle indlela abantu bam ababuphila ngayo ubomi babo," uphefumla atho uVelile.
URaymond Lawrence yena usuka e-Arniston. Akayiyelanga sikolweni yena mizobo yobugcisa yaye waqala ngokuzoba iintshukumo nezinto zala ngingqi. " Ndenza imizobo yeKassiesbaai kwakunye nezinye iintshukumo ngeenkumbulo nje kuphela, kunokuba ndiye kwezo ndawo ngokwam," utsho.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
