UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezemfundo
Uncedo Ngemali Yokufunda
Iinkxaso-mali Zokufunda Izifundo Zezokhenketho
Iinkxaso-mali Zokufunda Izifundo Zezokhenketho
INKCAZELO:
Zeziphi Iinkxaso-mali Ezinikezelwa nguRhulumente wePhondo Kwicandelo Lezokhenketho?
Ziintoni Ezihlawulayo le Nkxaso-mali Yokufunda?
Ingaba kuya Kufuneka Ndiyibuyise okanye Ndisebenzele Ukuyibuyisa le Mali?
Ngubani Onokufaka Isicelo sale Nkxaso-mali Yokufunda?
Ndingalufumana Phi Olunye Ulwazi?
Zeziphi Iinkxaso-mali Ezinikezelwa nguRhulumente wePhondo Kwicandelo Lezokhenketho?
iSebe Lophuhliso Loqoqosho Nezokhenketho linikezela ngokuphangaleleyo iinkxaso-mali zokufunda ezimbini, kuxhomekeke ke ekubeni ziyadingeka na izakhono enikezelelwa zona loo nkxaso-mali kweli phondo. Ezi nkxaso-mali ke zezi:
Ziintoni Ezihlawulayo le Nkxaso-mali Yokufunda?
Ingaba kuya Kufuneka Ndiyibuyise okanye Ndisebenzele Ukuyibuyisa le Mali?
Hayi. Ezi nkxaso-mali zyizizo ezo kufuneka uzibuyise ngokuphangela, yaye akukho nesenti ekufuneka uyibuyisile kuzo.
Ngubani Onokufaka Isicelo sale Nkxaso-mali Yokufunda?
Ukuze ube nokufaka isicelo senye yezi nkxaso-mali zokufunda kufuneka:
ube ngummi woMzantsi Afrika okanye ke umhlali osisigxina kweli umhlali apha kwiNtshona Kapa ube uyakwazi ukubonakalisa ukuba ngokwenene uyayidinga le nkxaso-mali kungakunceda ke nokuthi kanti usuka kwenye yeengingqi ebezisa kuhleleleka ube wamkelwe kwiziko lemfundo onqwenela ukungena kulo
IMIYALELO:
Eli Sebe likhetha abafaki-zicelo kuluhlu lwabafundi ababhalisele ezo zifundo. Ngokwesiqhelo ke ukukhethwa kwaba bafaki-zicelo kwenziwa ngenyanga yoMdumba okanye yoKwindla yonyaka wokuqala wezi zifundo.
Ukuba ucinga ukuba uyamelana nale miqathango ingentla apha yokufumana le nkxaso-mali, qhagamshelana ne-ofisi ejongana neenkxaso-mali zokufunda yeziko lemfundo okulo.
Ndingalufumana Phi Olunye Ulwazi?
Inombolo Yomnxeba: 021 483 9136
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
UkuPhakanyiswa noPhuhliso loMgangatho kwezoKhenketho eKapa (IiNkonzo)
IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho (IiNkonzo)
Ukuzibhalisa Njengomkhokeli Wabakhenkethi (IiNkonzo)
Uncedo Ngemali Yokufunda (Iinkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
