UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezendalo Engqongileyo
Ulawulo & Nokhuselo Lwendalo Engqongileyo
Ukonga Ekhayeni
Ukonga Ekhayeni
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Indlela Yokubuyisela Inkukuma Kwisimo Sokusebenza
Esi sikhokelo siyakukucacisela ukuba leliphi na iphepha, iplastiki, intsimbi, neglasi enokubuyiselwa kwisimo sokusebenza. Iitoti neebhotile ezigcina izinto zokucoca iplastiki eqinileyo efana naleyo isetyenziselwa ukufaka iHandy Andy, ibleach, isepha engamanzi yokuhlamba izitya, isithambisi-mpahla ezasendlini zoba nakho, yaye zifakwe kwiindawo zenkukuma.
iimagazini ezenziwe ngezinto ezincangathi nemifanekiso encangathi ziyabuyiseleka kwisimo sokusebenziseka,ukuba nje azivalwanga ngaplastik yaye ezinye ezi zona zimdaka kakhulu futhi zifuna thina bantu.
Hlamba ze uvase zonke izinto ezidinga ukuhlanjwa kumanqanaba afanelekileyo.
b. Ezahlukeneyo zona
Iitoti neebhotile ezigcina izinto zokucoca iplastiki eqinileyo efana naleyo isetyenziselwa ukufaka iHandy Andy, ibleach, isepha engamanzi yokuhlamba izitya, isithambisi-mpahla.
Ukubuyisela Iphepha Neebhokisi
Ezi ntlobo zilandelayo zephepha zingabuyiselwa kwisimo sokusebenza:
Iphepha-ndaba
La alandelayo ke angasetyenziswa kwaho:
Iitoti zokutya (ezi ke kufuneka zihlanjwe. Kuyanceda nokususa iphepha elisongeleyo)
Iziciko zezinto zeglasi
Izinto ezindala zezithuthi*
QWALASELA KE: Ambalwa kakhulu amazibuko okubuyisela izinto kwisimo. Tsalela ke eli ziko lenkuma ukuse.
Ukubuyisela Iplastiki Kwisimo Sokuphinbda Isetyenziswe
Olu hlobo lulandelayo lweplastiki lungabuyiselwa kwisimo sokuphinda lusetyenziswe:
Iplastiki ethwala ukutya neziselo (iplastiki eqinileyo efana naleyo kufakwa kuyo izimuncu-muncu zomkhenkce, ubisi, isiselo, amanzi asezibhotileni, ibhotolo nemajarini)
Iitoti neebhotile ezigcina izinto zokucoca (iplastiki eqinileyo efana naleyo isetyenziselwa ukufaka iHandy Andy, ibleach, isepha engamanzi yokuhlamba izitya, isithambisi-mpahla)
Ezi zixhobo zingaphinda zisebenziseke kwakhona, ukuba akuqinisekanga ngoku, tsalela izibuko ukuze ufumanise.
Izinto zombane (ezifana umzekelo: neminxeba yesinqe, iikhompyutha, zisebenza zingasebenzi)
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ulawulo Lokungcola Nenkunkuma (Isebe Lemicimbi Yendalo Nocwangciso Lophuhliso, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
