UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezothutho
Izithuthi, Iingozi & Nokhuseleko Ezindleleni
INKCAZELO:
IMIYALELO:
Ndingafumanisa phi ukuba ndinetyala lesiphoso sendlela endingekalihlawuli?
Ndingawujonga ndiwuqinisekise phi umfanekiso othatyathwe yikhamera yesantya?
Ndingasihlawula njani isohlwayo sesiphoso sendlela?
Ndingasihlawula isohlwayo sam sesiphoso sendlela kumatshini webhanki?
NDINGAFUMANISA PHI UKUBA NDINESOHLWAYO SESIPHOSO SENDLELA ENDINGEKASIHLAWULI?
NDINGAWUJONGA NDIWUQINISEKISE PHI UMFANEKISO OTHATYATHWE YIKHAMERA YESANTYA?
Ungawujonga umfanekiso othatyathwe yikhamera yesantya ngeenjongo zokuqinisekisa ukuba ngokwenene nguwe okanye sisithuthi sakho eso sikuwo kwiZiko Loluntu laseLaingsburg Multipurpose, kwikona yeMain neThird Avenue, ukusukela ngentasimbi yethoba ekuseni ukuya ngentsimbi yeshumi elinesibini emini. Ukhumbule ukuza nennombolo yeso sohlwayo oya kuyifumana kwitikiti elo.
NDINGASIHLAWULA NJANI ISOHLWAYO SESIPHOSO SAM SENDLELA?
Ukuba uhlawula ngaphambi kosuku olukhankanywe kwitikiti elo, ungasihlawula isohlwayo eso ngentsheki, ngemali eziinkozo okanye ngamaphetshana okwenza intlawulo aseposini kwidilesi ekhankanywe apho kuso.
Ngenxa ke yobuzaza bobuqhetseba nobusela kwiCandelo Leeposi, umntu uyacetyiswa ukuba aye kuhlawula ngokwakhe kweli sebe lezendlela.
NDINGASIHLAWULA ISOHLWAYO SESIPHOSO SAM SENDLELA KOOMATSHINI BEEBHANKI?
Ewe. Ungakwazi ukuhlawula isohlwayo sakho sesiphoso sendlela kumatshini webhanki kule akhawunti:
Ikhowudi Yesebe: 632005
Nceda ke ukhankanye inombolo yesohlwayo eso sakho xa usenza le ntlawulo ze ke ngoku uthumele ngefeksi ubungqina book kule nombolo 023 551 1450.
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Iintlawulo Zezohlwayo Zendlela: Imibuzo Ebuzwa Rhoqo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
