UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IKhabhinethi
Amaphulo
Abantu Abakhubazekileyo iNkqubo Yoncedo Kulutsha iSiyanceda iNkqubo Yoncedo Kulutsha iSiyanceda
UBUME
AMAPHULO
UQHAGAMSHELWANO
INJONGO:
Sinikezela ngoqeqesho kwanamava nezakhono kubantu abatsha abakhubazeke kancinci ngokwasengqondweni.
Sifaka ulutsha kwimicimbi yokukhubazeka ngengqondo ekunikezeleni ngeenkonzo ekuhlaleni.
ISIQALO:
uNovemba 2005
ISIPHELO:
UMGANGATHO:
INKCAZELO:
YINTONI LE NKQUBO YONCEDO KULUTSHA IYISIYANCEDA?
Inqanaba 1
Kwinqanaba lokuqala lale nkqubo, abaqeqeshwa bathi bafumana izakhono, amava entsebenzo ze nebafakwe nakwizithuba zengqesho ekwenzeni nasekudaleni izitiya, ekuhlambeni impahla, ekucoceni, nakwincandelo lokunonophela abantwana nabantu abadala.
Inqanaba 2
Aba baqesqeshwa ke baya kuthi bafakwe kwizithuba zoqeqesho ezikwingingqi yaseFlakeni, eRetreat, eMitchell's Plain naseKhayelitsha, apho baya kwenza khona imisebenzi yokuzinikela. Abaqeqeshi kwimicimbi yengqesho baya kuthi batyelele aba baqeqeshwa kwezi ndawo zasekuhlaleni bafakwe kuzo ngeenjongo zokubanika inkxaso eya kuqhubekeka ze baqwalasele nenkqubela yabo.
UKUFAKA ISICELO SOKUTHABATHA INXAXHEBA KWELI PHULO
UKUTYIKITYELA UKUFAKWA KWISITHUBA SENGQESHO KWINDAWO OPHANGELA KUYO
Ukubalungiselela amathuba engqesho kwilixa elisezayo, abaqeqeshwa beSiyanceda kufuneka bewafumene amava okuba kunjani na kanye ukusebenza kumsebenzi onguwo. Ukufakwa kwimibutho esekuhlaleni kwiingingqi ezithile kunikezela ngamava okwenene kwabo bantu baqeqeshwayo yaye kukwanikezela nangenkonzo enexabiso nefumaneka simahla kuluntu ekuhlaleni.
Imibutho namashishini kwezi ngingqi zasekuhlaleni zilandelayo zingazuza kwiinkonzo zokucoca zezi ngingnqi nezangaphandle kuzo ezinikezelwa yile nkqubo iyiSiyanceda:
Umbutho ke wona ulundeleke ukuba uhlawulelele izixhobo zokucoca kuphela.
ISITHUBA SENGQESHO 
Inombolo Yomnxeba: 021 638 3143
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 084 5988 9894
Inombolo Yomnxeba: 021 638 3143
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 073 521 7630
Inombolo Yomnxeba: 021 361 1936
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 073 651 0239
Inombolo Yomnxeba: 021 376 7809
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 082 406 8162
Inombolo Yomnxeba: 021 712 5880
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 082 422 5005
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
