UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
UMASPALA WESITHILI SONXWEME OLUSENTSHONA: UBUME
UBUME
IINKONZO
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Oomasipala beSithili ngabo abalawula benze nemithetho yesithili, engabandakanyi masipala mnye. Injongo yaba masipala bezithili nabeengingqi kukubambisana ngoxanduva lorhulumente wengiqngi kwiindawo zabo ukuqinisekisa ukuba zonke iindawo zoluntu, ingakumbi iindawo zoluntu oluhlelelekileyo, ekufuneka libe nokzifikelela ngokulinganayo izibonelelo kwaneenkonzo. Oku kuya kunceda oomasipala beengingqi abangenazo izinto ezizibonelelo ezifana (nemali, amaziko, abasebenzi nolwazi) ezingenza kukwazeke ukuziswa kweenkonzo kwiindawo zabo. Bakwanceda nasekucutheni iindleko zokwenza umasipala abe nokusebenza ngokwabelana ngezibonelelo kunye namanye amabhunga. Iindawo 'ezinezinto ziya kunceda ezo 'zisweleyo.
Eminye yemisebenzi namagunya oomasipala besithili ibandakanya:
ukuceba uphuhliso lomasipala wesithili sisonke.
ubonelelo lwamanzi aziswa ngobuninzi bawo oko kuthi kuchaphazele uninzi loomasipala besithili.
ubonelelo lombone oziswa ngobuninzi bawo oko kuthi kuchaphazele uninzi loomasipala besithili ubonelelo ngemisebenzi yokucocwa kwelindle nokuthuthwa kwalo ubonelelo ngeendawo zokuchitha inkunkuma yommandla wonke wesithili ubonelelo ngeendlela zomasipala kummandla wonke wesithili ukuziswa kweenkonzo zokuthutha abahambi ukuziswa kweenkonzo zempilo kummandla wonke ukuziswa kweenkonzo zcimo-mlilo kummandla wonke ukulawulwa kweemalike zokutya ukusanda kuvunwa/kwenziwa ukuphathwa kwamangcwaba ukukhuthaza ukhenketho lwenqila kwindawo yonke imisebenzi kamasipala eluntwini
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
