UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IiNkonzo
Ezempilo
Iinkonzo Ezingxamisekileyo iZiko Lonxibelelwano Olukhawulezileyo Noluntu lweSixeko saseKapa iZiko Lonxibelelwano Olukhawulezileyo Noluntu lweSixeko saseKapa
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
iSixeko saseKapa sinikezela ngenombolo enye yeenkonzo ezingxamisekileyo engahlawulelwayo kubantu abahlala kule ngingqi.
Xa utsalela le nombolo nakowuphi na umnxeba wendlu, eli ziko lonxibelelwano olukhawulezileyo liya kuba nakho ukubona:
ukuba utsala umnxeba uphi na wena ukuba ithini na inombolo yakho yomnxeba ukuba ngubani na umnini-mnxeba owusebenzisayo ukuba ukweyiphi na ingingqi yokunikezelwa kweenkonzo.
Umntu ophendula loo mnxeba wakho uya kuba nakho ukwazi ingxingwa okuyo ze ke athumele umnxeba lowo, ndawonye ke neenkcukacha athe wazihlanganisa, kwicandelo elifanelekileyo leenkonzo zamapolisa, ezokucinywa kwemililo nezezithuthi zezigulana.
Iziko elinikezela loo nkonzo uyidingayo liya kuyazi ngqo ingxingwa okuyo ze ke lithumele uncedo olufanelekileyo.
IMIYALELO:
Abahlali beSixeko saseKapa bangatsalela le nombolo 107 xa bekwimeko edinga uncedo olungxamisekileyo besebenzisa umnxeba wendlu okanye le 021 480 7700 xa besebenzisa umnxeba wesinqe.Xa usenza lo mnxeba ke:
Kulungele ukunikezela iinkcukacha ngale ngxingwa.
Phola.
Musa ukuwubeka phantsi umnxeba de kutshiwo.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Indlela yokuhambisa abagulayo engxamisekileyo nohlangulo (IiNkonzo)
Ukunikezela Ngengxelo yoLwaphulo-mthetho (IiNkonzo)
Iziko Elitsalelwa Iminxeba Lezikolo Ezikhuselekileyo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
