UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
IiNkcukacha Zoluntu
R &gt Amalungelo Noxanduva Lwabazali - Isikhokelo soMgaqo-nkqubo Wezikolo Zaseburhulumenteni
Amalungelo Noxanduva Lwabazali - Isikhokelo soMgaqo-nkqubo Wezikolo Zaseburhulumenteni uJuni 2002
ISISHWANKATHELO
Eyona mibuzo ibuzwa kakhulu ngabazali ngemfundo yabantwana babo abasezikolweni - Umthetho iSouth African Schools Act ka-1996 unyanzelisa ukuba bonke abantwana abaphakathi kweminyaka esixhene nelishumi elinesihlanu ubudala ukuba bahambe isikolo. Abazali nabantu abajongene nabantwana abakule minyaka yobudala kufuneka baqinisekise ukuba aba bantwana babhaliselwe ukungena esikolweni. Njengomzali, ubudlelwane bakho nesikolo buqala ngosuku oqala ukufikelela kwisigqibo sokuba uthumele umntwana wakho kweso sikolo. Obu budlelwane buchazwa yintlaninge yamalungelo noxanduva lwalo mzali kwesi sikolo.
UMTHAMO:
Ukwamkelwa Komntwana Wakho Esikolweni
Iintlawulo Zesikolo
Ulawulo
Ulwimi Lokufunda Nokufundisa
Nalu Uxanduva Lwakho Njengomzali
Iinkcukacha Zoqhagamshelwano
YAYAMENE
Uvavanyo Lokulungela Isikolo (IiNkonzo)
Ukwamkelwa Ezikolweni (IiNkonzo)
Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo" (IiNkonzo)
Amaqumrhu Alawula Izikolo (IiNkcukacha Zoluntu)
Imbeko Ezikolweni (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
