UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
URhulumente & Nolawulo Ngentando Yesininzi
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Le ngxowa mali yeza nenkxaso-mali, ebalelwa kwi-R1,5 yezigidi owona mlinganiselo uphezulu, koomasipala ukuze baqhube iiprojekthi eziya kudala amathuba omsebenzi kwaye isisixhobo sokudambisa intlupheko. Le ngxowa-mali ithathwa njengesixhobo esiphambili sokunceda oomasipala ekujonganeni nemingeni yophuhliso lorhulumente wengingqi.
Umbono wale ngxowa-mali kukunika inkxaso kumahlakani anobuchule bokuziyilela ngokwawo kwanokunika amandla okwenza uqoqosho oluluqilima noluzinzileyo lwesizwe nolusekwe kwiinzame ezenziwayo ndawonye neendlela ezahlukeneyo kuqoqosho lweli.
Ingxowa-mali yoPhuhliso lwezoQoqosho inika ulawulo lwentsebenziswano ithuba elifanelekileyo. Oomasipala badlala indima ephambili kulawulo nasekuqhutyweni kweeprojekthi, xeshikweni icandelo lolawulo lwephondo linceda ekubekeni iliso kwiprojekthi nasekuyihloleni.
Le ngxowa-mali yobelwe ummandla wesithili ngamnye eNtshona Koloni (R29 million)
IMIYALELO:
Ukufumana ezinye iinkcukacha, tsalela:
Ifowuni: 021 483 5517
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
UPhuculo lwamaseko angaphakathi ezibonelelo ooMasipala (ISebe loRhulumente woMmandla nezeZindlu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
