UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezotyelelo & Nezohambo
Ezohambo
EZOHAMBO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Izibonelelo Zotshintsho Lwemali Yamazwe Ngamazwe
Yintoni izibonelelo zokutshintshwa kwemali yamazwe ngamazwe, Zingakanani izibonelelo zokutshintshwa kwemali yamazwe ngamazwe? Ungongeza esinye isibonelelo? ... 
Ukuzama ukunqanda ukusasazeka kwecesina emthubi, abahambi abanqumla imida yamazwe apho icesina emthubi igqugqisa khona kufuneka besigonyelwe esi sifo. Siyintoni iSiqinisekiso seCesina eMthubi? Ingaba ukhona umntu ongenakuba nayo uCesina eMthubi, wenzeka ntoni xa ungenaso esi siqinisekiso? Iingingqi zeCesina eMthubiSIYINTONI ISIQINISEKISO SOKUGONYELWA ICESINA ... 
Ukufaka isicelo seNcwadana Yokundwendwela
Ukuba ungummi woMzantsi Afrika yaye uhambela elinye ilizwe, kuza kufuneka ube nencwadana yokundwendwela yaseMzantsi Afrika. 
Ukufaka Isicelo Sephepha-mvume Lokundwendwela uMzantsi Afrika
Abantu abaninzi abangengobemi boMzantsi Afrika abanqwenela ukundwendwela uMzantsi Afrika kufuneka babe nephepha-mvume lokundwendwela lexeshana elisebenzayo. Eli phepha-mvume lixela iinjongo kwanexesha eliza kuthatyathwa lolu ndwendwe.Imiqathango yokungena uMzantsi Afrika, Ngubani ekufuneka efake isicelo sephetshana londwendwela okwexeshana? Ungasifaka phi isicelo sephetshana lokundwendwela okwexeshana? Ukugaleleka eMzantsi Afrika, ... 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 6 uNovemba 2006
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
