UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Isebe Lezempilo
Iinkonzo Neenkqubo Zempilo Yezithili
Iinkqubo Zemicimbi Yezempilo
IiNkonzo
Iinkonzo Zoluntu
UBUME
IINKONZO
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Ezi zifundo zizifundo eziphangaleleyo ezijoliswe ekuxhobiseni abathabathi-nxaxheba ngolwazi ukuze bayiqonde ngqo imiba ebandakanyekayo kumcimbi wentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/Izifo Ezingumvuka Wokwabelana Ngesondo Ngendlela Engakhuselekanga/Isifo Sephepha kwanendlela eyiyo yokuphatha abantu abaphila nentsholongwane kaGawulayo kwanabo bachatshazelwayo ngulo bhubhane. 
Ithala Leencwadi Lezibonelelo ze-ATICC
Ithala Leencwadi le-ATTIC livulelekile kulunt yaye liqulethe ulwazi kuzo zonke iinkalo ezinento yokwenza nentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/izifo ezingumvuka wokwabelana ngesondo nesifo sephepha. Eli thala leencwadi ke liqulethe uluhlu olugqibeleleyo lwemifanekiso bhanya-bhanya, amaphepha-ndaba aphuma ngamaxesha athile, imihlathi, iincwadi ezinikezela ngoqeqesho, iimpepha eziqulethe uphando, iingxelo, izintlu, amaphetshana aneenkcukacha ezithile, ... 
I-ATICC le inikezela ngeentsilathi, amaphetshana anolwazi, iincwadana ezineenkcukacha kwakunye namaphepha eluntwini. Ezi mpepha ke zifumaneka simahla yaye zixhomekeke kwiinguqu nasekuebeni zisekho na. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
