UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IiNkonzo
Ezempilo
Uncedo Lokubuyisela Kwisimo Sesiqhelo
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Amacebo Okunceda Izigulane
Le nkonzo ijolise ekuboneleleni, ekuyaleleni, ekulungiseni nasekusetyenzisweni kutsha kwezixhobo zokuncedisana nabagulayo, zixhobo ezo zifana nezitulo ezinamavili, izixhobo zokuhamba kunye nezixhobo zokuncedisana nabangevayo, abazifunayo ezo zixhobo. 
Iinkonzo Zokuva Nokuthetha
Uninzi lweengxaki zokukhubazeka, kubandakanywa iingxaki zokuthetha nokuva zibonakala xa iintsana nabaqingqayo behlolwa njalo ngexesha lokukhula kwabo kwiikliniki zonyango. Ukuba ikho imfuneko umntwana lowo uya kuthunyelwa kwikliniki esebenza ngeengxaki ezizodwa. Kwangaxeshanye umntwana lowo uya kuthunyelwa kwingcisa lezokubuyisela kwimo yesiqhelo umz. igcali yezifo zasemsebenzini, kwinqanaba lokuqala lonyango ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
