UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezempilo
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Ithala Leencwadi Lezibonelelo ze-ATICC
Ithala Leencwadi le-ATTIC livulelekile kulunt yaye liqulethe ulwazi kuzo zonke iinkalo ezinento yokwenza nentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/izifo ezingumvuka wokwabelana ngesondo nesifo sephepha. Eli thala leencwadi ke liqulethe uluhlu olugqibeleleyo lwemifanekiso bhanya-bhanya, amaphepha-ndaba aphuma ngamaxesha athile, imihlathi, iincwadi ezinikezela ngoqeqesho, iimpepha eziqulethe uphando, iingxelo, izintlu, amaphetshana aneenkcukacha ezithile, ... 
I-ATICC le inikezela ngeentsilathi, amaphetshana anolwazi, iincwadana ezineenkcukacha kwakunye namaphepha eluntwini. Ezi mpepha ke zifumaneka simahla yaye zixhomekeke kwiinguqu nasekuebeni zisekho na. 
Ukunyangwa kokosulelwa zizifo ezinamathuba athile
Lukhona unyango lwezifo ezinamathuba athile, kwaye ziyanyangeka, azifani neNtsholongwane kaGawulayo. Ezo zifo zidibanisa urhudo, isifo sephepha, ukungenwa yingqele ngaphakathi nekhandida enokufunyanwa lula ngumntu onesifo seNtsholongwane kuba amajoni akhe okulwa nezifo akomelelanga. Lukhona unyango lokosulelwa zizifo ezinamathuba athile kubantu abaneNtsholongwane kaGawulayo/Gawulayo nabangenaye. Kufuneka baye ekliniki, abantu ... 
Ukosulelwa kosana ngunina kwenzeka xa intsholongwane kaGawulayo, intsholongwane ebangela uGawulayo, ithe yadluliselwa ukusuka kumama isiya kusana olungekazalwa ngethuba lokukhulelwa, ngethuba lokubeleka okanye ngethuba lokuncancisa. 
Ukuziyela Kuvavanyo ze Ufumane Neengcebiso
Umntu ofuna ukuzazi ukuba wosulelwe na yiNtsholongwane kaGawulayo angaya ekliniki okanye nakweliphi na uncedo lwempilo lukawonke-wonke lokuya kuzifunela uvavanyo neengcebiso. Umntu uyazithabathela isigqibo sokuya kuvavanyo - akukho mntu unokunyanzeliswa ukuba aye kwenza uvavanyo lwentsholongwane kaGawulayo.Amanyathelo angundoqo ekufuneka ethatyathiwe kukufumana iingcebiso ngaphambi kolu vavanyo, uvavanyo buqu ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
