UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezemfundo
Imfundo Noqeqesho Olugqithelayo (Amabanga 10-12)
IMFUNDO NOQEQESHO OLUGQITHELAYO (AMABANGA 10-12)
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Esi Sikhundla Sonxibelelwano Solutsha lweMsomsobomvu siqulethe iinkcukacha ngezifundo ezahlukeneyo ezinokuthi zithatyathwe kwaneemfuno zokungena kwisifundo ngasinye. Ulwazi olulapho luquka: ingcaciso ngezo zifundo, iimpawu zomntu onokuthabatha ezo zifundo, inqanaba lokufunda olufunekayo (kuquka nokuzikhethela izifundo ozithandayo), izifundo zeziko lemfundo ephakamileyo ezifunwayo, abaqeshi abanokuba nomdla kwabo bafundi, ... 
Iinkcukacha Neziphumo Zeemviwo
IMfundo eQhubayo noQeqesho (izikolo neekholeji)
Ukufumana Isiqinisekiso Esitsha Sokuphumelela iBanga Leshumi
Kwenzeka ntoni xa uthi ulahlekelwe sisiqinisekuiso sakho sebanga leshumi? Ungasifumana esinye esithabatha indawo yeso usilahlileyo kwiSebe Lemfundo laseNtshona Koloni, ukuba iimviwo zakho zeli banga wazibhalela kweli phondo. 
Ukuqinisekisa Ubume beSiqinisekiso seMatriki okanye iDiploma Yobufundisi-ntsapho
Ingaba ufuna ukuqinisekisa isiqinisekiso sokuphumelela imatriki okanye idiploma yobufundisi-ntsapho? Ungasithumela ngefeksi ke isicelo eso sakho ke kwiSebe Lemfundo leNtshona Koloni okanye Kumalusi okanye ke uqhagamshelane nabo ukuze ufumane ezinye iinkcukacha. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
