UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ulwaphulo-mthetho, uMthetho NobuLungisa
Imipu
IMIPU
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
INkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS) ingawohlutha umpu phantsi kweemeko ezithile:Ukuba umntu othile unompu ngaphandle kwephepha-mvume, i-SAPS ingawohlutha ze ifake isimangalo solwaphulo-mthetho ngaloo mntu. Ukuba umntu othile unephepha-mvume lompu kodwa uthi enze ingozi, i-SAPS ingamenza athatyathwe njengalowo ungafanelwanga kukuba nampu. Umntu obanjelwe amatyala athile kucingwa ukuba ... 
Umthetho Omtsha Wemipu Ozakuqala Ukusebenza Ngomhla Wokuqala kweyeKhala ku-2004, Senziwa Njani Isicelo Sephepha-mvume? Iphepha-mvume Lisebenza Ixesha Elingakanani? Mingaphi Imipu Umntu Anokuba Nayo? Kwenzeka Ntoni Xa Sendinalo Iphepha-mvume? Luyintoni Na Uxanduva Lwam Xa Ndinompu okanye Ndifuna Ukuba Nompu? , Ulwazi Oluthe Vetshe ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
