UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ulwaphulo-mthetho, uMthetho NobuLungisa
Ukhuseleko Ekuhlaleni
UKHUSELEKO EKUHLALENI
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Iphulo Eliluqilima Lokufundisa Ngobungozi Nokuthintelwa Kolwaphulo-mthetho Ezikolweni ... 
Ukuba Ngumntu Osebenzela Uxolo
Abantu abasebenzela uxolo bahamba-hamba apha ekuhlaleni yaye bayafumaneka ukuncedisa kuyo nayiphi na imeko yengxwaba-ngxwaba engenazigalo. Ezinye iinkonzo ezinikezelwayo ziquka ukuya kwiziganeko ezinkulu, ezifana nemingcwabo, enokuba nobundlobongela. Abantu abasebenzela uxolo banceda iindawo abahlala kuzo ixesha elingangonyaka. Nabani na obudala buyiminyaka ephakathi kwe-18 nama-35, ongaphangeliyo, ofikeleleyo kwibanga ... 
Ukufumanela Amaphulo Okhuseleko Loluntu Inkxaso-mali iSebe Lephondo Lokhuseleko Loluntu linikezela ngenkxaso-mali kumaphulo alwa nolwaphulo-mthetho aqhutywa yimibutho engekho phantsi kolawulo lukarhulumente ebhalisiweyo kwakunye namabutho Asekuhlaleni Alwa Nolwaphulo-mthetho. 
Ukuqhagamshelana, Ukubhalisa okanye Ukufumana Uqeqesho Nezixhobo Lweqela Elilwa uLwaphulo-mthetho Ekuhlaleni
Iqela elilwa ulwaphulo-mthetho ekuhlaleni liqela labahlali basebumelwaneni nabathi bavumelane ekusekeni eli qela emva kokuxoxa lo mba kunye nabantu abahlala kummandla wabo. Injongo yeli qela kukukhuthaza ubudlelwane obufanelekileyo phakathi kwabahlali kwakunye nokusebenza njengo-'gcinikhaya' kulo mmandla, ngamanye amaxesha ngokujikeleza, kwaye ngamanye amaxesha ngokuhlala rhoqo belindele okunokwenzeka kwimisebenzi ... 
Ukuseka iNkampani Yokuphuculwa Kwesixeko
Iinkampani Zokuphuculwa Kwezixeko ezi ziinkampani ezingajonge kwenza ngeniso ezimele abanini-mihlaba (oko kukuthi ke abahlawuli berhafu) kwingingqi yomhlaba kamaspala othile. Le nkampani ke yenza izivumelwano nomaspala kuqokelelwe imali ethe chatha (eyirhafu yale nkampani) kubahlawuli beebkonzo zikamaspala abahlala kuloo ngingqingaphezu kwezo ntlawulo baqhele ukuzihlawula. Le mali ithiwe ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
