UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amacandelo Oshishino
UBUME
IINKONZO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
INgcaciso ngoMsebenzi weSebe loPhuhliso loQoqosho noKhenketho
ICandelo leNgcaciso lijongene nokuphendula imibuzo kwakunye nokwenza unikezelo kumashishini nakwamanye amaqela ngomsebenzi weSebe kwakunye nesibonelelo soShishino esiphuma kuRhulumente. 
INkxaso yoRhwebo Kushishino Lwemiboniso Bhanya-Bhanya eKapa (IKomishoni Yemiboniso Bhanya-Bhanya yaseKapa)
IiNkonzo zeNkxaso Kubanini Bamashishini Asakhasayo, Aphakathi Namancinci (iCapeMac)
Iinkcukacha Ngokuqulunqa Imigaqo-nkqubo Neenkqubo-maqhinga Zokulwa Intsholongwane kaGawulayo/uGawulayo Emisebenzini
Inkxaso Kushishino Lwezolimo iSebe Lophuhliso Loqoqosho Nezokhenketho lingawathumela amafama kuthotho lweenkqubo zokuwaxhobisa ngolwazi, inkxaso noqeqesho. 
Ukukhula kweentshukumo Kwibala le-Oli elikwingingqi ekude nje nonxweme oluseNtshona yeAfrika kuza namathuba abaluleke kakhulu kwiNtshona Koloni noMzantsi Afrika. Indawo esikuyo ngokomhlaba (ngokobufutshane namabala e-oli), indawo yokushishina ephuhlileyo, amandla okushishina kwanamaziko nezixhobo zamazibuko ezifanelekileyo (eKapa naseSaldanha Bay) zenza iNtshona Koloni ibe yeyona ndawo ifanelekileyo yokushishina kwiinkampani ... 
I-Cape Biotech Initiative (CBI ) yabhengezwa ngonyaka ka 2002/2003. Sisambuleni sembutho esijolise ekudaleni urhwebo lobugcisa ngezinto eziphilayo oluxakeke kakhulu eNtshona-Koloni. ICBI imele umdla worhwebo, izifundiswa, urhulumente, ezemali, uluntu nabo bonke abathathi benxaxheba kummandla wobugcisa bofundo ngezinto eziphilayo. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
